Zonke iingxelo zamaxabiso enguqulo-lwimi zibalwa ngokusekelwe kwinani lamagama kuxwebhu lolwimi ekuguqulwa kusukwa kulo, okt. uxwebhu oluza kuguqulwa. Nceda uqaphele oku kulandelayo:
Okungaqukwanga Nceda uqaphele ukuba onke amaxabiso akaquki:
Indlela Yokuhlawula Abaxhasi bakwamanye amazwe: Idluliselwa ngebhanki okanye itsheke. Abaxhasi balapha: Kudluliselwa imali ngee-elektroniki (EFT), itsheke okanye imali ezinkozo.