Ukuze kuqikelelwe iindleko zeprojekthi yakho, nceda ugcwalise le fomu
ingezantsi.
Ingxelo yazo zonke iintlawulo ezichaphazelekayo iya kuqukwa kuxwebhu
lwengxelo yamaxabiso yakwaVita Brevis Language, eza kuthunyelwa ngefeksi
okanye i-e-mail kubaxhasi kamsinya nje kwakufunyanwa ifomu egcwalisiweyo.
AbakwaVita Brevis Language bangathumela kuphela ingxelo yamaxabiso
enguqulo-lwimi bakuba bezuze baza baphonononga uxwebhu olupheleleyo
omaluguqulwe.
Le webhsayithi iguqulelwe ngesiXhosa ukuze kulungelwe abo batyelela
le sayithi. Kodwa ke, yonke imibuzo ifanele ibhalwe ngesiNgesi.
|